"Angeke" lyrics Nathi Lyrics "Angeke"
(feat. Tee Tee)
Ndizokunik'uthando lwam
Ndikunik'inhkiziyo yam
Cel'ungo phul'inhliziyo yami weeh sthandwasam
Sthandwasam, bambo lwam
Fun'ukwenza ube ngu mama bantwa'bam
Nfun'uhlala nawe
Amehlo wam ndiwa valile
Nhliziyo yam uyo phulile
Ndiya fun'ukuthetha kodwa
Andifun' ndibe ndikukhathaza
Amehlo wam ndiwa valile
Nhliziyo yam uyo phulile
Ndiya fun'ukuthetha kodwa
Andifun' ndibe ndikukhathaza
Yaaz indlel'endikthanda ngayo
Angeke ndihlukane nawe
Yaaz indlel'endikthanda ngayo
Angeke ndihlukane nawe
Hlukana nawe
Hlukana nawe
Hlukana na-
Angeke ndihlukane nawe
Hlukana nawe
Hlukana nawe
Hlukana na-
Angeke ndihlukane nawe
Ubuyaz uba sisukaphi
Ubuyaz uba siyaphi
Ubuyaz uba sine zinto esidlulekuzo
Sobabini mmh mmh
Ubuyaz uba ndikthanda kangakanani
Ubuyaz uba sofa silahlane
Njengoba sithembisene
Ubuyaz uba yeaah heee
Yaaz indlel'endikthanda ngayo
Angeke ndihlukane nawe
Yaaz indlel'endikthanda ngayo
Angeke ndihlukane nawe
Hlukana nawe
Hlukana nawe
Hlukana na-
Angeke ndihlukane nawe
Hlukana nawe
Hlukana nawe
Hlukana na-
Angeke ndihlukane nawe
Yaaz indlel'endikthanda ngayo
Angeke ndihlukane nawe
Yaaz indlel'endikthanda ngayo
Angeke ndihlukane nawe
Hlukana nawe
Hlukana nawe
Hlukana na-
Angeke ndihlukane nawe
Hlukana nawe
Hlukana nawe
Hlukana na-
Angeke ndihlukane nawe